Glory To Glory Beauty Salon

Glory To Glory Beauty Salon Mobile salon in Tsolo doing hair & nails.....just contact me ndiyeza apho ukhoyo

20/10/2023
Kuyenzeka👏Thank you for your continued support❤
13/12/2022

Kuyenzeka👏
Thank you for your continued support❤

Yesterday
04/12/2022

Yesterday

04/12/2022
Snoopy👌andikhethi🤗Long or short hair✔️Natural or silky hair✔️Zonke zyenziwa💯
04/04/2022

Snoopy👌andikhethi🤗
Long or short hair✔️
Natural or silky hair✔️
Zonke zyenziwa💯

Just nowBy Sam🤗
27/03/2022

Just now
By Sam🤗

27/03/2022

Molweni bantu bam, ndiyayazi sekulithuba ndingasaveli bendiloko ndisokoliswa ziilog ins zam ndiyayixolisela lonto🙏
Ndisekhona apha kuTsolo ndisaqhuba ndiyajikeleza kodwa okwaziyo uyandizela apha ekhaya
Ikhona iphone number yam apha kwiprofile ungaphona okanye undisendele uwhatsapp

Enkosi kakhulu ndicela inkxaso zichomi zam ngokukwazisa abantu ngalepage ndizakumane ndifota nemisebenzi yam endiyenzayo

Nibenosuku oluhle

Send a message to learn more

Hair done....
21/02/2019

Hair done....

Address

Tsolo
5170

Telephone

+27607742870

Website

Alerts

Be the first to know and let us send you an email when Glory To Glory Beauty Salon posts news and promotions. Your email address will not be used for any other purpose, and you can unsubscribe at any time.

Contact The Business

Send a message to Glory To Glory Beauty Salon:

Share